Ziziphi iiakhawunti ze-Deriv endinokuzisebenzisa kwi-TradingView?
Ukuba akukayiqinisekisi iakhawunti yakho, ungazihlaziya ezi nkcukacha zilandelayo zobuqu kwiprofayile yakho, phantsi kwecandelo elithi “Malunga nawe”:
- Igama lokuqala nelesibini
- Ifani
Ukuba sele uyiqinisekisile iakhawunti yakho kwaye ufuna ukuhlaziya idilesi yakho, kuya kufuneka uqhagamshelane nenkxaso ukuze uyitshintshe.
Kwiprofayile yakho, ungakwazi kwakhona ukujonga imeko yaye uhlaziye:






