Deriv P2P
Sebenzisani imali yelizwe lenu ukufaka nokurhola kwiakhawunti yenu ye-Deriv. Inkonzo yethu ye-peer-to-peer iniqhagamshelanisa nabanye abarhwebi ukuze nidlulisele imali kwimizuzu nje.

Indlela yokufumana i-Deriv P2P
Khuphelani i-app
Faketheni i-Deriv P2P ngokuthe ngqo kwivenkile yeapp yesixhobo senu.

Sekani iprofayile yenu
Ngenani kwi-akhawunti yenu ye-Deriv, nigqibezele uqinisekiso, nenze isiteketiso senu.

Qalisani ukudibana
Qhagamshelanani nabanye abarhwebi ukwenza iidiphozithi neerhoxiso.

*Ukufumaneka kwe-Deriv P2P kuxhomekeke kwilizwe enihlala kulo.
Amanyathelo ama-3 okwenza ngqo izifako nokurhoxiswa kwemali
Step 1
Fumanani okanye nidale isibhengezo
Khethani amazinga angcono nenze i-oda, okanye nenze isibhengezo samazinga eniwafunayo.
Step 2
Thumelani okanye namkele intlawulo
Hlawulani intlawulo kunye nomqhagi (counterparty) wentshukumo-mali yenu.
Step 3
Gqibezelani intengiselwano
Umyalelo ngamnye kufuneka ugqitywe kwaye uqinisekiswe ngaphakathi kweyure 1.


