Deriv cTrader
Phindani iintengiselwano zabarhwebi abaphumeleleyo be-CFD nge-copy trading. Ngaphezu koko, fumanani ukufikelela kwizalathisi ezingaphezu kwe-60 ezizenzekelayo, urhwebo ngeetshati, kunye nezixhobo zemali ezingaphezu kwe-150 ezingokwemali nezimiselweyo kwi-Deriv cTrader.

Kutheni kufuneka nirhwebe nge-Deriv cTrader
Imiqondiso yorhwebo esebenzisa amandla e-AI
Phuculani amaqhinga, hlalutyani iimarike, nokunye nge-ChatGPT edityanisiweyo.

Iimpahla Ezininzi Kwiqonga Elinye
Rhwebani nge-forex, izabelo, izalathisi zezabelo, iimali ze-crypto, iimpahla zorhwebo, kunye ne-Derived Indices kwindawo enye.

Urhwebo iiyure ezingama-24 ngemini
Rhwebani ngeZalathisi ze-Synthetic nanaliphi ixesha, nangempelaveki kunye namaholide.

Zonke izinto zorhwebo enizithandayo kwindawo enye
Rhwebani izixhobo ze-derived kunye nezemali kwiakhawunti enye ye-CFD, ningadingi ukutshintsha phakathi kwiiakhawunti ezininzi.
I-copy trading kwi-Deriv cTrader
Yenzani i-copy trading kwi-Deriv cTrader ngokubhalisela amaqhinga abarhwebi abasele bemiselwe ngembuyekezo. Fumanani iqhinga eniliithandayo, nilisebenzise kurhwebo lwenu ngokucofa iqhosha.
Amaqhinga ahlukeneyo orhwebo
Khethani kuluhlu lwabanikezeli beqhinga, nize nifumane iqhinga lorhwebo elinifaneleyo.

Nina ningabagqibi besigqibo
Khethani ukumisa urhwebo okanye ukurhoxa kumnikezeli weqhinga nangaliphi na ixesha enilifunayo.

Izixhobo zolawulo lomngcipheko
Nciphisani umngcipheko onokubakho ohambelana nee-strategy zorhwebo enizikhethileyo.



