Tsibela ukuya kumxholo ophambili

Ndidibanisa njani i-akhawunti yam ye-Deriv kwi-TradingView?

Ukuba akukayiqinisekisi iakhawunti yakho, ungazihlaziya ezi nkcukacha zilandelayo zobuqu kwiprofayile yakho, phantsi kwecandelo elithi “Malunga nawe”:

  1. Igama lokuqala nelesibini
  2. Ifani
  3. Umhla wokuzalwa
  4. Ilizwe owazalelwa kulo
  5. Ubumi

Ukuba sele uyiqinisekisile iakhawunti yakho kwaye ufuna ukuhlaziya idilesi yakho, kuya kufuneka uqhagamshelane nenkxaso ukuze uyitshintshe.

Kwiprofayile yakho, ungakwazi kwakhona ukujonga imeko yaye uhlaziye:

Usafuna uncedo?

WhatsApp