Ndinakuyitshintsha i-leverage kwiakhawunti yam ye-Deriv MT5?
Ukuba akukayiqinisekisi iakhawunti yakho, ungazihlaziya ezi nkcukacha zilandelayo zobuqu kwiprofayile yakho, phantsi kwecandelo elithi “Malunga nawe”:
Ii-asethi ezahlukeneyo zinamanqanaba awohlukeneyo ye-volatility kunye nomngcipheko, ngoko ke nganye inayo i-default leverage emiselweyo. Oku kuqinisekisa indlela eyilungelelanisiweyo kwimfuno zemali-sibambiso (margin), kananjalo kuncedisa ukugcina ulawulo lomngcipheko oluzimeleyo kuzo zonke iimarike.
Ukuba sele uyiqinisekisile iakhawunti yakho kwaye ufuna ukuhlaziya idilesi yakho, kuya kufuneka uqhagamshelane nenkxaso ukuze uyitshintshe.






