Kutheni ukurhweba nge-Multipliers kwi-Deriv
Akukho kubekwa esweni rhoqo
Setani inqanaba lenu le-multiplier, kwaye inkqubo ilandelela urhwebo ngokusekwe kwintshukumo yemarike.

Phindaphindani ngolawulo
Phindaphindani iziphumo ezinokubakho, nifaka umngcipheko kwisixa-mali senu sokuqala sorhwebo kuphela.

Umngcipheko ophezulu kakhulu
Andisani ubuncinane benu – rhwebani amavolumu amakhulu ngemali encinane.

I-Multipliers isebenza njani
Khethani ukuba nilindele ixabiso linyuke (Phezulu) okanye lihle (Ezantsi). I-multiplier yenu izakunceda iphindaphinde nawuphi na uphumo olungenzeka. Ukuba imarike ihamba ngokungakumbi ngendlela enicinge yiyo, kokukhona kuba nkulu imali ehlawulwayo enokufumaneka.
Impendulo zemibuzo yenu
Ningafuna kananjalo
Ii-Digital Options
Qikelelani umphumo kwaye nifumane imali ehlawulwayo esisigxina ukuba uqikelelo lwenu luchanekile.
Funda ngokungaphezuluIi-Accumulators
Khulisani inzuzo enokubakho ngokunyuka ukuya kuthi nge-5% kokukhula okongezelelweyo ku-tick nganye.
Funda ngokungaphezuluIi-Vanillas
Fumanani imali ehlawulwayo ephezulu ukuba uqikelelo lwenu luchanekile ngaphakathi kwixesha lekhontrakthi.
Funda ngokungaphezuluIi-Turbos
Fumanani imali ehlawulwayo ukuba uqikelelo lwenu luchanekile kwaye ixabiso lihlala ngaphakathi komda osetyenziselweyo.
Funda ngokungaphezulu